- Njengoko ungayazi indlela yomoya,
ungamazi nokuba wenziwa njani na umntu esizalweni sonina,
kananjalo soze ukuqonde nokusebenza kukaThixo onguMdali weento zonke. - Ngoko ke ligxothe ixhala entliziyweni yakho,
ukuphephe okunokwenzakalisa umzimba wakho.
Kaloku ubutsha namandla awo ngamampunge.
Izihloko ezinxulumeneyo
uThixo
UNdikhoyo uThixo wakho unawe...
Ukuqonda
Khala kum, ndikuphendule, ndikwazise...
Usizi
Uyaweva amalungisa akuzibika kuye...
Ukukhathazeka
Sanukuba naxhala; kodwa iintswelo...
Intliziyo
Eyona nto emawuyilondoloze ngaphezu...
Impilo
Ukuba ke uthe wanqula...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Kodwa nguwuphi uThixo onjengawe?Nguwuphi oxolela ubugwenxa,
angazihoyi iziphoso zamasalela elifa lakhe?
Wena akuhlali uqumbile ngonaphakade;
kaloku uyimvuze-mvuze bububele.