- Umntu ozivalayo iindlebe zakhe kuwo umthetho kaThixo
kwaumthandazo wakhe uyanyanyeka kuThixo. - Umntu osifihlayo isono sakhe akabi nampumelelo;
kambe ke yena osivumayo, ahlukane naso, wenzelwa inceba.
Izihloko ezinxulumeneyo
Umthandazo
Vuyani maxa onke, nithandaze...
Ukuthobela
Waphendula uYesu wathi kuye...
Ukuphulaphula
Khumbulani le nto, zihlobo...
Umthetho
Le miyalelo ndikunika yona...
Isono
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Ukuvuma izono
Ngoko ke zivumeni izono...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Abangenabani ubenzela izihlobo.Amabanjwa uwakhokelela enyhwebeni;
ke bona abavukeli bohlala kwelingumqwebedu.