DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

EYEMFUDUKO 34:28

Ke kaloku uMosis wahlala apho iintsuku ezingamashumi amane engatyi engaseli. Amazwi omnqophiso wawabhala apho emacwecweni, oko kukuthi imithetho elishumi.
EYEMFUDUKO 34:28 - XHO96

Ivesi yeBhayibhile yosuku

Kodwa ke umncedi wam nguThixo,
umxhasi wam nguMhlekazi.

Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:

Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakho

Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga

Ke ukuba kukho bani uswele ubulumko, makabucele kuThixo. UThixo onobubele nesisa kubo bonke abantu, womnika.Ivesi elandelayo!

I Support DailyVerses.net

Ndincede mna ndisasaze iLizwi likaThixo:
Nikela