DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

EYONQULO 20:26

Kufuneka nizahlulele mna, nibe ngabam ndedwa, kuba kaloku ndim Ndikhoyo uThixo wenu, ndaye mna ndahlukile. Ndanahlula kwezi ntlanga, ukuze nina nibe ngabam ndedwa.
EYONQULO 20:26 - XHO96

Ivesi yeBhayibhile yosuku

Kodwa ke umncedi wam nguThixo,
umxhasi wam nguMhlekazi.

Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:

Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakho

Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga

Yizani kum, nina nonke nisindwayo, nibulalekayo; ndoniphumza.Ivesi elandelayo!

I Support DailyVerses.net

Ndincede mna ndisasaze iLizwi likaThixo:
Nikela