- Kuyinene kona ukuba sihleli apha ehlabathini; kodwa ke asilwi ngokwehlabathi.
- Kodwa ke, njengoko zitshoyo iziBhalo: “Nabani na othanda ukuqhayisa, makaqhayise ngento eyenziwe yiNkosi.” Kaloku umntu owamkelekileyo ngulowo unconywa yiNkosi, ingenguye ozincoma ngokwakhe.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ubomi
NguNdikhoyo ixhadi lakho lakubhek'...
Ukuqonda
Khala kum, ndikuphendule, ndikwazise...
Umhlaba
Musani ukulithanda ihlabathi, nezinto...
Imfazwe yokomoya
Ngoko ke hlalani niqulile...
Ukuthembeka
Ithembekile yona kambe iNkosi...
Ikratshi
Umntu ozigwagwisayo uyakhawuleza ukuhlazeka...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Baqhayisa ngeenqwelo zokulwa abanye, abanye ngamahashe;thina siqhayisa ngoNdikhoyo uThixo wethu.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ndithe cwaka ndikholose ngoThixo;kaloku nguye yedwa ondikhululayo.Ivesi elandelayo!
