
Anditsho ukuba ubasuse ehlabathini, koko ndicela ukuba ubakhusele kongendawo.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukhuseleko
Ithembekile yona kambe iNkosi...
Umlamli
Kaloku mnye uThixo, ukwamnye...
Ububi
Musa ukoyiswa bububi; boyise...
Umhlaba
Musani ukulithanda ihlabathi, nezinto...
Izithixo
Bantwana bam, zilumkeleni izithixo!...
UMtyholi
Hlalani nithe qwa, nilumke!...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Mandiphethe ngelithi, mawethu, hlalani nicinga ngezinto eziyinyaniso nezindilekileyo nazo zonke izinto ezilungileyo nezinyulu, zonke ezithandekayo nezinesidima, nangezinto ezintle ngokupheleleyo kwanezincomekayo.Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:
Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakhoIvesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Masitsho singenadyudyu ke sithi:“YiNkosi umncedi wam, andiyi koyika nto!
Angandenza ntoni umntu?”Ivesi elandelayo!