Ngoko ke, nokuba ndihamba kwiingxondorha ezimnyama,
andinadyudyu.
Kaloku ungakum, wena Ndikhoyo;
isagweba sakho nebhunguza lakho lixhadi lam.
andinadyudyu.
Kaloku ungakum, wena Ndikhoyo;
isagweba sakho nebhunguza lakho lixhadi lam.
Izihloko ezinxulumeneyo
Uloyiko
Ngoko ke ndinawe, sukoyika...
Ukhuthazo
Kambe ke bona abakholosa...
Ukufa
Waza wathi kuye uYesu...
Intshutshiso
Kambe intshutshiso yomfikela nawuphi...
Isibindi
NguNdikhoyo ngokwakhe oza kunikhokela...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Akuba etshilo uYesu, wanyuselwa ezulwini, bejongile abafundi bakhe. Lamsitha ilifu, ababa sambona.Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:
Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakhoIvesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Masitsho singenadyudyu ke sithi:“YiNkosi umncedi wam, andiyi koyika nto!
Angandenza ntoni umntu?”Ivesi elandelayo!