Ukuba bakho abantu abalumkileyo nabaqondayo phakathi kwenu, loo nto mabayibonakalise ngobomi obumsulwa, nangezenzo zentobeko nobulumko.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukuthobeka
Nihlale nithobekile ngawo onke...
Ubulumko
Kaloku nguNdikhoyo onika ubulumko...
Ubomi
NguNdikhoyo ixhadi lakho lakubhek'...
Ingqondo
Iingqondo zenu zimiliseleni kwizinto...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ngamana ke uNdikhoyo uThixo wethu waba nathi kwanjengokuba wayenabo noobawo; ngamana akangesishiyi okanye asilahle.Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:
Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakhoIvesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Rhuma ngobuncwane bengeniso yakho, uzimase uNdikhoyo;ewe, menzele umnikelo ngolibo lwemveliso yakho.Ivesi elandelayo!