DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

2023 Julayi 5

IZAFOBE 29:23 - XHO96
Ikratshi liyamwisa umntu;
kambe ke othobekileyo uba nesidima.

Ivesi yeBhayibhile yosuku

Wathatha isonka ke, wabulela, wasiqhekeza, wabanika esithi: “Ngumzimba wam lo onikelwa ngenxa yenu. Oku kwenzeleni ukundikhumbula.

Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga

Ewe, Ndikhoyo, bobakho bonke ubukhulu ndawonye namandla;
naso isidima sikwasesakho, ubungangamsha nobunewu-newu.
Kaloku zezakho zonke ezisezulwini,
kanti nezisemhlabeni ikwazezakho.
Ewe, Ndikhoyo, lolwakho ulawulo;
uyingqanga-ngqanga evelele konke jikelele.
Ivesi elandelayo!

I Support DailyVerses.net

Ndincede mna ndisasaze iLizwi likaThixo:
Nikela