- Isiyatha asiwulawuli umsindo;
kambe ke sona isilumko siyaphola sizibambe. - Ikratshi liyamwisa umntu;
kambe ke othobekileyo uba nesidima. - Ukuxhalela abantu kusenokuba ngumgibe;
kambe ke othembela kuNdikhoyo ukhuselekile.
Izihloko ezinxulumeneyo
Umsindo
Xa nicaphukile, umsindo mawunganiqweqwediseli...
Ubulumko
Kaloku nguNdikhoyo onika ubulumko...
Ukuzibamba
Umntu owoyiswayo kukuzilawula usesichengeni...
Ukuthobeka
Nihlale nithobekile ngawo onke...
Ikratshi
Umntu ozigwagwisayo uyakhawuleza ukuhlazeka...
Thembela
Kholosa ngoNdikhoyo ngomxhelo wakho...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Unethamsanqa umntu onika ngesisa,lowo ungayiqhubi ngobuqhetseba imicimbi yakhe.
Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:
Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakhoIvesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umhlobo unothando ngamaxesha onke;ke yena umntakwenu uzalelwe ukuba nawe kwiimbandezelo.Ivesi elandelayo!
