- Yonke into ayithethayo uThixo ithembekile;
ulikhaka kwabazimela ngaye. - Ndikhwebule kubuqhetseba nokuxoka;
mandingade ndibe sisityebi okanye ndihlwempuzeke,
nto nje ndiqhekezele isonka sam semihla ngemihla.
Izihloko ezinxulumeneyo
Inyaniso
Ngulowo uhambo ingenabala, owenza...
ILizwi likaThixo
Sonke isibhalo sinefuthe loMoya...
Ukukhuselwa
Nxibani sonke isikrweqe eninokusifumana...
Ukuthanda izinto eziphathekayo
Kaloku zange size nanto...
Ukutya
Andithi kaloku uyamanelisa onxaniweyo...
Imali
Musani ukuba ngamathandamali. Yanelani...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Nenkqu yothando ivela kuMhlekazi.Kaloku wena, Nkosi, uyazelelela,
umntu umvuza ngokwemisebenzi yakhe.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ububele bakho mandibuve kwakusasa;kaloku mna ndikholosa ngawe.
Ndifundise indlela endifaneleyo;
kaloku mna ndizibika kuwe.Ivesi elandelayo!
