
Guqukani! Rhoxani kuzo zonke izikreqo enizenzayo, ukuze ningatshabalali ngenxa yenkohlakalo yenu.
Izihloko ezinxulumeneyo
Uguqulo
Ukuba abantu bam abo...
Isono
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Isohlwayo
Mfo wam, musa ukuyidela...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Le miyalelo ndikunika yona namhlanje mayilawule bonke ubomi bakho. Uze uyibethelele ekufundiseni abantwana bakho, uthethe ngayo xa usekhaya, kanti noba useluhambeni, naxa ulalayo, ngokunjalo naxa uvukayo.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ndokwazisa indlela omawuhambe ngayo,utsho uNdikhoyo,
ndikufundise, ndikujonge.Ivesi elandelayo!