- Xa ndandisendisithi ndiyoyisakala,
wandixhasa ngezibele zakho wena, Ndikhoyo. - Xa ndandinxubile, ndixhalabile,
wandithuthuzela, wandonwabisa wena.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukuthembeka
Ithembekile yona kambe iNkosi...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ukuxhomekeka
Mna ndinguNdikhoyo, uThixo wakho...
Uvuyo
Vuyani maxa onke, nithandaze...
Ukukhathazeka
Sanukuba naxhala; kodwa iintswelo...
Umthuthuzeli
Makabongwe uThixo, uyise weNkosi...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ndaweni yaloo nto yenzelanani ububele ninobulali, nixolelane, kwanjengokuba naye uThixo wanixolelayo ngoKrestu.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Bambani ngazibini, kuba ulungile uNdikhoyo.Kaloku izibele zakhe ziya kuhlala zikho ngonaphakade.Ivesi elandelayo!
