DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

ULUKA 4

  • UYesu wabuya eJordan ezele nguMoya oyiNgcwele, wajikeleza entlango ekhokelwa nguMoya iintsuku ezimashumi mane, elingwa ngumtyholi. Akatyanga nto ngezo ntsuku, waza walamba ekupheleni kwazo.
  • UMoya weNkosi undongamele,
    ngoko ke indithambisile;
    indalathele ukushumayela iindaba ezimnandi kwabasweleyo.
    Yandithuma ukuvakalisa inkululeko kubathinjwa,
    nokubuyisela ukubona kwabaziimfama,
    ndibandululè bekhululekile abacinezelweyo.

Ivesi yeBhayibhile yosuku

Wena, Ndikhoyo, uhleli ngonaphakade;
ulawulo lwakho luhlala luhleli izizukulwana ngezizukulwana.

Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga

Ngoko ke masikhathalelane, sivuselelane uthando, ngokunjalo nokwenza imisebenzi emihle. Kananjalo masikuxabise ukudibana namanye amakholwa, siphefumlelane, singabi njengâbo bawutyeshelayo lo mkhwa. Ewe, masikhuthazane ngakumbi nangakumbi, kuba nani niyabona ukuba imini leyo iyasondela.Ivesi elandelayo!

I Support DailyVerses.net

Ndincede mna ndisasaze iLizwi likaThixo:
Nikela