UMoya weNkosi undongamele,
ngoko ke indithambisile;
indalathele ukushumayela iindaba ezimnandi kwabasweleyo.
Yandithuma ukuvakalisa inkululeko kubathinjwa,
nokubuyisela ukubona kwabaziimfama,
ndibandululè bekhululekile abacinezelweyo.
ngoko ke indithambisile;
indalathele ukushumayela iindaba ezimnandi kwabasweleyo.
Yandithuma ukuvakalisa inkululeko kubathinjwa,
nokubuyisela ukubona kwabaziimfama,
ndibandululè bekhululekile abacinezelweyo.

Izihloko ezinxulumeneyo
Umoya
INkosi le ke nguMoya...
Ukuvangela
Thina kaloku sanikwa lo...
Inkululeko
UKrestu wasikhulula ukuze sibe...
Ukuphilisa
Wathi kuye uYesu: “Oo...
Ubukhoboka
UKrestu wasikhulula ukuze sibe...
Ubuhlwempu
UYesu wathi kuye: “Ukuba...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Bantwana bam, uthando lwethu malungabi lolomlomo nje kuphela, koko malube lolungahanahanisiyo, lubonakaliswa ngezenzo.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umntu oxunela ubulungisa nencebaufumana ubomi nobulungisa nodumo.Ivesi elandelayo!