DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

UMARKO 9:35

UYesu wahlala phantsi, wababiza abafundi abalishumi elinambini, wathi kubo: “Ukuba ubani ufuna ukuba ngoyena mkhulu, makazenze oyena mncinci kubo bonke, abe sisicaka sabo bonke.”
UMARKO 9:35 - XHO96