Kodwa kwasekuqalekeni kokudalwa ‘uThixo wabenza bayindoda nomfazi. Yiyo ke loo nto indoda ishiya uyise nonina nje, inamathele kumkayo, baze bamanyane.’ Ngako oko ke àbasebabini; banye. Abo ke ngoko uThixo abamanyileyo mabangahlulwa mntu.

Izihloko ezinxulumeneyo
Umtshato
Umntu ofumene umfazi uzuze...
Umzimba
Anazi na ukuba imizimba...
Ngesondo
UThixo uthanda ukuba nibe...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Kodwa ukuba okhohlakeleyo uthe wazishiya izono zakhe, wahamba ngokwayo yonke imimiselo yam, wenza okulungileyo nobulungisa, akayi kufa, kodwa uya kubudla ubomi.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Bambani ngazibini, kuba ulungile uNdikhoyo.Kaloku izibele zakhe ziya kuhlala zikho ngonaphakade.Ivesi elandelayo!