Ndawo yokuqala ndazigqithisela kuni ezona ndawo ndazamkelayo, ezi zokuba uKrestu wafela izono zethu, ngokutsho kweziBhalo, nokuba wangcwatywa, nokuba wavuka ekufeni ngomhla wesithathu, ngokweziBhalo.

Izihloko ezinxulumeneyo
Isono
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Umbingelelo
Olona thando lukhulu umntu...
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Uvuko
Waza wathi kuye uYesu...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
UNdikhoyo uyamcaphukela umntu oxokayo,kodwa uyakholiswa ngonyanisekileyo.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Kholosa ngoNdikhoyo ngomxhelo wakho wonke,ungaze ungqiyame ngezakho iimbono.
Mkhumbule uNdikhoyo kuyo yonke ihambo yakho,
waye ke yena eya kukukhokela kuzo zonke iindlela zakho.Ivesi elandelayo!