Ke yona iMini yeNkosi iya kufika njengesela ingalindelekanga. Ngaloo mini amazulu aya kutsho ngenzwinini yengxolo, aze ke wona aphel' emehlweni. Ngokunjalo neziseko zawo ziya kutshiswa ngumlilo ziphele. Wona umhlaba nako konke okukuwo kuya kusala kuze; uya kunyamalala.

Izihloko ezinxulumeneyo
Ukuphela kwexesha
Sanukuvuma nilahlekiswe mntu. Kaloku...
Ukuza kwesibini
Nani ke ngoko hlalani...
Izulu
Liya kuhlokoma ilizwi lesiphatha-zithunywa...
Umhlaba
Musani ukulithanda ihlabathi, nezinto...
Umgwebo
Nakuwe ke mntundini ugwebayo...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
ULizwi ke waba ngumntu, waza wahlala phakathi kwethu. Sabubukela ubungangamsha bakhe awabunikwa nguYise, njengoko ekukuphela koNyana wakhe; ubungangamsha ke obuphuphuma ububele nenyaniso.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Khawukhangele ukubukeka nomkhithawokuhlala kwezalamane ngemvano!Ivesi elandelayo!