
Kuba kaloku uThixo akamthumanga uNyana wakhe ehlabathini ukuze aligwebe, koko wamthuma ukuze abe nguMsindisi walo.
Izihloko ezinxulumeneyo
Usindiso
Usindiso lufumaneka ngaye kuphela...
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Umgwebo
Nakuwe ke mntundini ugwebayo...
Umhlaba
Musani ukulithanda ihlabathi, nezinto...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ke mna ndithi kuni, zithandeni iintshaba zenu, nibathandazele abo banitshutshisayo.Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:
Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakhoIvesi yeBhayibhile engaqhelekanga
UNdikhoyo uThixo wakho unawe;uligorha elisindisayo.
Yena unemihlali ngawe, enovuyo;
uya kukuthulisa ngothando lwakhe;
ugcoba ngawe eyiyizela.Ivesi elandelayo!