
Elokuphetha ndithi njengokuba nimanywe neNkosi nje, yomelelani nincedwa ngamandla ayo.
Izihloko ezinxulumeneyo
uThixo
UNdikhoyo uThixo wakho unawe...
Amandla
Ngoko ke ndinawe, sukoyika...
Ukufuna
Nondifuna nindifumane, xa nindifuna...
USomandla
Ewe, Ndikhoyo, bobakho bonke...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ewe, konke okushukumayo makudume kubonge uNdikhoyo!Masidanduluke sonke sithi: “Bayethe, Mhlekazi!”
Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:
Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakhoIvesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Thina kaloku sanikwa lo myalelo yiNkosi:“ ‘Ndikumisele ukuba ube sisibane sokukhanyisela iintlanga,
ube yindlela yokusindiswa kwalo lonke elimiweyo.’”Ivesi elandelayo!