
Ukukholwa ke kukuqiniseka ngezinto esinethemba lazo; kukwakukuqiniseka nangobukho bezinto esingaziboniyo.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Inyaniso
Ngulowo uhambo ingenabala, owenza...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Usapho
Le miyalelo ndikunika yona...
Unqulo
Ndikhoyo, wena unguThixo wam...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Kaloku siyakholwa ukuba uYesu wafa, wabuya wavuka. Ngokukwanjalo ke nâbo bafe bemanywe noYesu uThixo uya kubabuyisa kunye noYesu.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Kaloku nguNdikhoyo onika ubulumko;luphuma emlonyeni wakhe ulwazi nokuqonda.Ivesi elandelayo!