
Ke uMmeli uMoya oyiNgcwele, lowo uBawo aya kumthuma egameni lam, uya kunifundisa zonke izinto, anikhumbuze ngako konke endithe ndanixelela kona.
Izihloko ezinxulumeneyo
Umthuthuzeli
Makabongwe uThixo, uyise weNkosi...
uMoya oyiNgcwele
INkosi le ke nguMoya...
UTata
Bufana nomzali kubantwana ububele...
Ukufunda
Ndokwazisa indlela omawuhambe ngayo...
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
IPentekoste
Ekufikeni komhla wePentekoste babehlangene...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ndihlala ndimbeke phambi kwam uNdikhoyo;ungasekunene kwam, ngoko ke andiyi kushukunyiswa nto.