DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

2024 Disemba 27

2 KASAMWELI 22:32 - XHO96
NguNdikhoyo yedwa uThixo;
nguye kuphela osikhuselayo.

Ivesi yeBhayibhile yosuku

Alukho uloyiko apho kukho uthando, kuba uthando oluyondeleleneyo luyakugxotha ukoyika. Kaloku emntwini owoyikayo uthando alukayondelelani, kuba ukoyika kuhambisana nesohlwayo.

Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga

Nina madoda, bathandeni abafazi benu, kanye ngale ndlela alithande ngayo uKrestu ibandla, waza wanikela ngobomi bakhe ngenxa yalo. Le nto uyenze ukuze libe libango lakhe ibandla. Ulicocile walihlamba ngamanzi ngamandla elizwi lakhe.Ivesi elandelayo!

I Support DailyVerses.net

Ndincede mna ndisasaze iLizwi likaThixo:
Nikela