
Likwanjalo ke nelizwi endilithethayo:
alibuyi lilambatha,
koko liyawufezekisa umnqweno wam,
liliqaqambise icebo lam.
alibuyi lilambatha,
koko liyawufezekisa umnqweno wam,
liliqaqambise icebo lam.
Izihloko ezinxulumeneyo
ILizwi likaThixo
Sonke isibhalo sinefuthe loMoya...
Ukuthetha
Ukuthetha komntu kulawula ukuphila...
Ukuthembeka
Ithembekile yona kambe iNkosi...
Ukuba nesiqhamo
Hayi ithamsanqa lomntu othembela...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ewe, umthàmbo owenzelwa ukolula amalungu omzimba unendawo yawo. Kodwa ke uphelele apho. Kanti kona ukukhonza uThixo kunenzuzo egqithileyo, kuba akuthembisi bomi balapha kuphela, kuthembisa nobelizayo.Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:
Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakhoIvesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Yena wondibamba lungatyibiliki unyawo lwam;kaloku akozeli, walusa mna.Ivesi elandelayo!