
Guqukani ke ngoko, nibuyele kuThixo, ukuze zicinywe izono zenu.
Izihloko ezinxulumeneyo
Uguqulo
Ukuba abantu bam abo...
Isono
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Uxolelo
Obugubungelayo ubugwenxa uzicengezelela ukuthandwa...
Inguquko
Ukuba abantu bam abo...
Inguqu
Ke kaloku thina sonke...
Ukuvuma izono
Ngoko ke zivumeni izono...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ndim umdiliya; nina ningamasebe. Ohlala emanyene nam, ndibe mna ndihleli ndimanyene naye, uya kuvelisa iziqhamo ezininzi. Kaloku aninakwenza nento le nahlukene nam.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Wanga angakunika umnqweno wentliziyo yakho,aziphumelelise zonk' iinquleqhu zakho.Ivesi elandelayo!