DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

2025 Matshi 4

UMSEBENZI WABATHUNYWA 19:4 - XHO96
UPawulos wabachazela wathi: “Ubhaptizo lukaYohane lona lwalusalatha inguquko. Yena wayebaxelela abantu ukuba bazinikele kulowo wayesiza emva kwakhe; nguYesu ke lowo.”