
Elowo ke makanikele kangangoko agqibe ngako, engenasikrokro, engaziva enyanzelekile, kuba uThixo uthanda umntu opha ngobubele.
Izihloko ezinxulumeneyo
Uvuyo
Vuyani maxa onke, nithandaze...
Ukupha
Elowo ke makanikele kangangoko...
Intliziyo
Eyona nto emawuyilondoloze ngaphezu...
Isisa
Umntu ophayo uba nenkqubela...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Vuyani nabavuyayo, nilile nabalilayo.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Thina kaloku sanikwa lo myalelo yiNkosi:“ ‘Ndikumisele ukuba ube sisibane sokukhanyisela iintlanga,
ube yindlela yokusindiswa kwalo lonke elimiweyo.’”Ivesi elandelayo!