
Ndim isonka esinobomi, esihlileyo sivela ezulwini. Ukuba ubani uthe wasitya esi sonka, wophila ngonaphakade. Isonka endiya kumnika sona ngumzimba wam, endiwunikelayo ukuze ihlabathi liphile.
Izihloko ezinxulumeneyo
Isonka
Wathi kubo uYesu: “Ndim...
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Umzimba
Anazi na ukuba imizimba...
Umhlaba
Musani ukulithanda ihlabathi, nezinto...
Izulu
Liya kuhlokoma ilizwi lesiphatha-zithunywa...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Kaloku mnye uThixo, ukwamnye nalowo ungumxolelanisi kaThixo nomntu. NguKrestu Yesu ongumntu ncakasana.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Eyona nto emawuyilondoloze ngaphezu kwazo zonke ezinye yintliziyo yakho,kuba yona ingumthombo wobomi.Ivesi elandelayo!