
- Ngulowo uhambo ingenabala,
owenza ubulungisa,
ayithethe inyaniso engafihlisi.
Ngulowo unganyelisiyo,
ungamenziyo into embi uwabo,
ungamhlebiyo ummelwana wakhe.
Izihloko ezinxulumeneyo
Inyaniso
Ngulowo uhambo ingenabala, owenza...
Ngokungenatyala
Ngulowo uhambo ingenabala, owenza...
Ukuhleba
Umntu onobugwenxa udala ingxabano...
Ukuxoka
UNdikhoyo uyamcaphukela umntu oxokayo...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Wawubhengeza kuni umnqophiso wakhe emaniwuthobele, nditsho imithetho elishumi ayibhale kumacwecwe amabini amatye.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Kaloku nguNdikhoyo onika ubulumko;luphuma emlonyeni wakhe ulwazi nokuqonda.Ivesi elandelayo!