- Ndikhusele kaloku, Thixo;
ndithembele ngawe. - Ewe, ndiyazibika, Ndikhoyo; nguwe iNkosi yam;
ngaphandle kwakho, Mhlekazi, andinabani. - Ndihlala ndimbeke phambi kwam uNdikhoyo;
ungasekunene kwam, ngoko ke andiyi kushukunyiswa nto. - Wena undazisa iindlela zobomi;
kaloku ndizala yimincili xa ndiphambi kwakho.
Ngasekunene kwakho yimihlali yodwa kude kube ngunaphakade.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukuxhomekeka
Mna ndinguNdikhoyo, uThixo wakho...
Ukukhuselwa
Nxibani sonke isikrweqe eninokusifumana...
Thembela
Kholosa ngoNdikhoyo ngomxhelo wakho...
uThixo
UNdikhoyo uThixo wakho unawe...
Unqulo
Ndikhoyo, wena unguThixo wam...
Izixhobo
Ngoko ke masikhathalelane, sivuselelane...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Umntu ongenasifuba uyazidiza iimfihlelo;kambe ke yena othembekileyo uyaligcina ihlebo.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Noba ungade ungadubuli umkhiwane,umdiliya ungabi nazo neziqhamo,
nokuba awungevelisi nto umnquma,
namasimi ngokwawo angabi nasivuno,
zingade zingabikho iigusha esibayeni,
nobuhlanti bungabi nazo nazinkomo,
ewe, khona kungade kube njalo,
kodwa mna ndochwayita kuNdikhoyo,
ndibe nemihlali kuThixo ondisindisayo.Ivesi elandelayo!
