Izihloko ezinxulumeneyo
Unqulo
Ndikhoyo, wena unguThixo wam...
Thembela
Kholosa ngoNdikhoyo ngomxhelo wakho...
Ukuthembeka
Ithembekile yona kambe iNkosi...
Dumisani
Ndikhoyo, wena unguThixo wam...
Ukukhuselwa
Nxibani sonke isikrweqe eninokusifumana...
Ubomi
NguNdikhoyo ixhadi lakho lakubhek'...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Nawuphi na umntu ovumayo ukuba uYesu nguNyana kaThixo, uhlala emanyene noThixo, noThixo uhlala emanyene naye.Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:
Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakhoIvesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ewe, Ndikhoyo, bobakho bonke ubukhulu ndawonye namandla;naso isidima sikwasesakho, ubungangamsha nobunewu-newu.
Kaloku zezakho zonke ezisezulwini,
kanti nezisemhlabeni ikwazezakho.
Ewe, Ndikhoyo, lolwakho ulawulo;
uyingqanga-ngqanga evelele konke jikelele.Ivesi elandelayo!