Izihloko ezinxulumeneyo
Thembela
Kholosa ngoNdikhoyo ngomxhelo wakho...
Ukuthembeka
Ithembekile yona kambe iNkosi...
Unqulo
Ndikhoyo, wena unguThixo wam...
Ukukhuselwa
Nxibani sonke isikrweqe eninokusifumana...
Ubomi
NguNdikhoyo ixhadi lakho lakubhek'...
Dumisani
Ndikhoyo, wena unguThixo wam...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Izono zethu wazithathela kuye siqu, waxhonywa nazo emnqamlezweni, khon' ukuze thina siyeke ukuphilela ukona, koko siphilele ukulungisa. Ninyangwe ngamanxeba akhe.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Obugubungelayo ubugwenxa uzicengezelela ukuthandwa,kodwa lowo umana ewunokoza umcimbi uchitha ubuhlobo.Ivesi elandelayo!