Masikhe siziphengulule sizigocagoce iindlela zethu,
size sibuyele kuNdikhoyo.
size sibuyele kuNdikhoyo.

Izihloko ezinxulumeneyo
Uguqulo
Ukuba abantu bam abo...
Inguquko
Ukuba abantu bam abo...
Ubomi
NguNdikhoyo ixhadi lakho lakubhek'...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Kungcono abasebenzi babe babini kunokuba abe mnye, kuba baba nengeniso eyiyo ngomsebenzi wabo.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umntu onentliziyo echwayitileyo uba nempilo;kanti ke wona umoya odakumbileyo uyimpehla emathanjeni.Ivesi elandelayo!