DailyVerses.netIzihlokoIvesi elingokungenamkhetheBhalisa

KUMAHEBHERE 10:23

Masithi nca kwisivumo seli themba sinalo; kaloku unyanisekile lowo usithembisileyo.
KUMAHEBHERE 10:23 - XHO96

Ivesi yeBhayibhile yosuku

Nangoku wobuya uvelane nathi,
izono zethu uzinyathele ngeenyawo,
uzilahle lee iziphoso zethu,
uzintywilisele enzulwini yolwandle.

Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga

Ngoko ke masikhathalelane, sivuselelane uthando, ngokunjalo nokwenza imisebenzi emihle. Kananjalo masikuxabise ukudibana namanye amakholwa, siphefumlelane, singabi njengâbo bawutyeshelayo lo mkhwa. Ewe, masikhuthazane ngakumbi nangakumbi, kuba nani niyabona ukuba imini leyo iyasondela.Ivesi elandelayo!

I Support DailyVerses.net

Ndincede mna ndisasaze iLizwi likaThixo:
Nikela