Andikholiswa kukufa kwakhe nabani na, itsho iNkosi uNdikhoyo. Guqukani, nidle ubomi!

Izihloko ezinxulumeneyo
Uguqulo
Ukuba abantu bam abo...
Ukufa
Waza wathi kuye uYesu...
Ubomi obungunaphakade
Ndizinika ubomi obungenasiphelo. Azisoze...
Ubulungisa
Umntu oxunela ubulungisa nenceba...
Inguquko
Ukuba abantu bam abo...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Le miyalelo ndikunika yona namhlanje mayilawule bonke ubomi bakho. Uze uyibethelele ekufundiseni abantwana bakho, uthethe ngayo xa usekhaya, kanti noba useluhambeni, naxa ulalayo, ngokunjalo naxa uvukayo.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Bambani ngazibini, kuba ulungile uNdikhoyo.Kaloku izibele zakhe ziya kuhlala zikho ngonaphakade.Ivesi elandelayo!