- UHEZEKILE 1
- UHEZEKILE 2
- UHEZEKILE 3
- UHEZEKILE 4
- UHEZEKILE 5
- UHEZEKILE 6
- UHEZEKILE 7
- UHEZEKILE 8
- UHEZEKILE 9
- UHEZEKILE 10
- UHEZEKILE 11
- UHEZEKILE 12
- UHEZEKILE 13
- UHEZEKILE 14
- UHEZEKILE 15
- UHEZEKILE 16
- UHEZEKILE 17
- UHEZEKILE 18
- UHEZEKILE 19
- UHEZEKILE 20
- UHEZEKILE 21
- UHEZEKILE 22
- UHEZEKILE 23
- UHEZEKILE 24
- UHEZEKILE 25
- UHEZEKILE 26
- UHEZEKILE 27
- UHEZEKILE 28
- UHEZEKILE 29
- UHEZEKILE 30
- UHEZEKILE 31
- UHEZEKILE 32
- UHEZEKILE 33
- UHEZEKILE 34
- UHEZEKILE 35
- UHEZEKILE 36
- UHEZEKILE 37
- UHEZEKILE 38
- UHEZEKILE 39
- UHEZEKILE 40
- UHEZEKILE 41
- UHEZEKILE 42
- UHEZEKILE 43
- UHEZEKILE 44
- UHEZEKILE 45
- UHEZEKILE 46
- UHEZEKILE 47
- UHEZEKILE 48
- Andikholiswa kukufa kwakhe nabani na, itsho iNkosi uNdikhoyo. Guqukani, nidle ubomi!
- Ndiya kufaka uMoya wam kuni, nitsho nilulamele imimiselo yam, niyigcine ngononelelo imithetho yam.
- Ndiya kuninika intliziyo entsha, ndiniphe nomoya omtsha; ndiya kuyikhupha kuni intliziyo eqaqadeke okwelitye, ndininike intliziyo yentobeko.
- Mna ndinguNdikhoyo uThixo wenu; yenzani ngokwemimiselo yam, niyithobele imithetho yam ngononelelo. Yigcineni iyodwa iMila yam yokuPhumla, ukuze ibe ngumqondiso phakathi kwam nani. Kwakuba njalo niya kwazi ukuba mna ndinguNdikhoyo uThixo wenu.
- Ndiya kuba ndibonisa ubungangamsha bam; ndibe ke ndiyazazisa kwintlaninge yezizwe. Baya kuqonda ukuba mna ndinguNdikhoyo.
- Guqukani! Rhoxani kuzo zonke izikreqo enizenzayo, ukuze ningatshabalali ngenxa yenkohlakalo yenu.
- Kodwa ukuba okhohlakeleyo uthe wazishiya izono zakhe, wahamba ngokwayo yonke imimiselo yam, wenza okulungileyo nobulungisa, akayi kufa, kodwa uya kubudla ubomi.
- Nanku ke umlomo weNkosi uNdikhoyo: Ngaba kuyandikholisa na ukufa komntu okhohlakeleyo? Hayi bo, into endikholisayo kukuba azijike iindlela zakhe, aze adle ubomi.
- Ndiya kuzithamsanqelisa kunye nako konke okujikeleze induli yam. Ndiya kunisa imvula ngexesha layo; kuya kuna iimvula zentsikelelo.
- Ndiza kwenza bubonwe ubungcwele begama lam elilodwa eniligqwalisileyo ezizweni. Izizwe ke ziya kuqonda ukuba ndinguNdikhoyo, itsho iNgangalala uNdikhoyo, xa zindibona ndingoyedwa ngento endinenzela yona.
Izihloko ezinxulumeneyo
Uguqulo
Ukuba abantu bam abo...
Umthetho
Le miyalelo ndikunika yona...
Ukuthobela
Waphendula uYesu wathi kuye...
Isono
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Ukufa
Waza wathi kuye uYesu...
Umoya
INkosi le ke nguMoya...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ndingamzimela ndithini uMoya wakho?Ndingasabela phi apho ungekhoyo khona?
Ukuba ndingenyukela emazulwini, ndingafika ukho;
nokuba ndingalala kwelabafileyo, ukho nalapho.