Izihloko ezinxulumeneyo
Uguqulo
Ukuba abantu bam abo...
Umthetho
Le miyalelo ndikunika yona...
Isono
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Ukuthobela
Waphendula uYesu wathi kuye...
Umoya
INkosi le ke nguMoya...
Ukufa
Waza wathi kuye uYesu...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Naku okona kuzila ndikufunayo:Zikhululeni iimbophelelo zengcinezelo;
niwanyenyise amatyathanga edyokhwe,
bakhululwe bonke abacinezelwa,
niyaphule idyokhwe yengcinezelo.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Kholosa ngoNdikhoyo ngomxhelo wakho wonke,ungaze ungqiyame ngezakho iimbono.
Mkhumbule uNdikhoyo kuyo yonke ihambo yakho,
waye ke yena eya kukukhokela kuzo zonke iindlela zakho.Ivesi elandelayo!