Izihloko ezinxulumeneyo
Uguqulo
Ukuba abantu bam abo...
Umthetho
Le miyalelo ndikunika yona...
Isono
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Ukuthobela
Waphendula uYesu wathi kuye...
Umoya
INkosi le ke nguMoya...
Ukufa
Waza wathi kuye uYesu...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ngoko ke zivumeni izono omnye komnye, nithandazelane, khon' ukuze ninyangeke. Kaloku umthandazo womntu olungileyo unamandla angummangaliso.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa uNdikhoyo,akulondoloze.
Wanga angayindlezane kuwe uNdikhoyo,
usixhamle isisa sakhe.
Wanga angakwazelelela uNdikhoyo,
akwambathise uxolo.Ivesi elandelayo!