Izihloko ezinxulumeneyo
Uguqulo
Ukuba abantu bam abo...
Umthetho
Le miyalelo ndikunika yona...
Isono
Anazi na ukuba abakhohlakeleyo...
Ukuthobela
Waphendula uYesu wathi kuye...
Umoya
INkosi le ke nguMoya...
Ukufa
Waza wathi kuye uYesu...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Kuba kaloku uThixo akamthumanga uNyana wakhe ehlabathini ukuze aligwebe, koko wamthuma ukuze abe nguMsindisi walo.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Noba sewucand' emanzini,mna ndiya kuba nawe;
noba sowuwela imilambo,
ayisoze ibe nako ukukukhukulisa;
nditsho sowucand' emlilweni, soze urhawuke;
amadangatye akanakukutshisa wena.Ivesi elandelayo!