- Qinani nikhaliphe, ningaxhali, ningabi nayo nedyudyu. Kaloku uNdikhoyo uThixo wenu ungakuni; soze arhoxe okanye anilahle.
- NguNdikhoyo ngokwakhe oza kunikhokela, ahambe nani. Soze arhoxe, engasoze anilahle; ngoko ke yomelelani ningoyiki.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukuthembeka
Ithembekile yona kambe iNkosi...
Uloyiko
Ngoko ke ndinawe, sukoyika...
Isibindi
NguNdikhoyo ngokwakhe oza kunikhokela...
Ukukhuselwa
Nxibani sonke isikrweqe eninokusifumana...
Ukulandela
Ewe, hambani ngokwemimiselo yonke...
Ukhuthazo
NguNdikhoyo ngokwakhe oza kunikhokela...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Quqelani kokulungileyo, ingekuko okubi,khon' ukuze niphile,
naye uNdikhoyo, uThixo onamandla onke, abe phakathi kwenu,
njengoko nizingca ngaloo nto.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umzimba nentliziyo zingade ziphelelwe,wona amandla am nguThixo, ulibango lam naphakade.Ivesi elandelayo!
