NguNdikhoyo ngokwakhe oza kunikhokela, ahambe nani. Soze arhoxe, engasoze anilahle; ngoko ke yomelelani ningoyiki.

Izihloko ezinxulumeneyo
Ukulandela
Ewe, hambani ngokwemimiselo yonke...
Uloyiko
Ngoko ke ndinawe, sukoyika...
Ukhuthazo
NguNdikhoyo ngokwakhe oza kunikhokela...
Usizi
Uyaweva amalungisa akuzibika kuye...
Ukuthembeka
Ithembekile yona kambe iNkosi...
Umnqophiso
Khumbulani kaloku ukuba uNdikhoyo...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
UYesu Krestu lo wayizolo, usekwanguye nanamhla, nangomso, nanini nanini.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Bambani ngazibini, kuba ulungile uNdikhoyo.Kaloku izibele zakhe ziya kuhlala zikho ngonaphakade.Ivesi elandelayo!