- UHLAZIYO-MNQOPHISO 1
- UHLAZIYO-MNQOPHISO 2
- UHLAZIYO-MNQOPHISO 3
- UHLAZIYO-MNQOPHISO 4
- UHLAZIYO-MNQOPHISO 5
- UHLAZIYO-MNQOPHISO 6
- UHLAZIYO-MNQOPHISO 7
- UHLAZIYO-MNQOPHISO 8
- UHLAZIYO-MNQOPHISO 9
- UHLAZIYO-MNQOPHISO 10
- UHLAZIYO-MNQOPHISO 11
- UHLAZIYO-MNQOPHISO 12
- UHLAZIYO-MNQOPHISO 13
- UHLAZIYO-MNQOPHISO 14
- UHLAZIYO-MNQOPHISO 15
- UHLAZIYO-MNQOPHISO 16
- UHLAZIYO-MNQOPHISO 17
- UHLAZIYO-MNQOPHISO 18
- UHLAZIYO-MNQOPHISO 19
- UHLAZIYO-MNQOPHISO 20
- UHLAZIYO-MNQOPHISO 21
- UHLAZIYO-MNQOPHISO 22
- UHLAZIYO-MNQOPHISO 23
- UHLAZIYO-MNQOPHISO 24
- UHLAZIYO-MNQOPHISO 25
- UHLAZIYO-MNQOPHISO 26
- UHLAZIYO-MNQOPHISO 27
- UHLAZIYO-MNQOPHISO 28
- UHLAZIYO-MNQOPHISO 29
- UHLAZIYO-MNQOPHISO 30
- UHLAZIYO-MNQOPHISO 31
- UHLAZIYO-MNQOPHISO 32
- UHLAZIYO-MNQOPHISO 33
- UHLAZIYO-MNQOPHISO 34
- Le miyalelo ndikunika yona namhlanje mayilawule bonke ubomi bakho. Uze uyibethelele ekufundiseni abantwana bakho, uthethe ngayo xa usekhaya, kanti noba useluhambeni, naxa ulalayo, ngokunjalo naxa uvukayo.
- NguNdikhoyo ngokwakhe oza kunikhokela, ahambe nani. Soze arhoxe, engasoze anilahle; ngoko ke yomelelani ningoyiki.
- Ewe, hambani ngokwemimiselo yonke kaNdikhoyo uThixo wenu, khon' ukuze nizinze kwelo lizwe ningena kulo, nixhamle intlala-kahle nide nikhokhobe.
- Qinani nikhaliphe, ningaxhali, ningabi nayo nedyudyu. Kaloku uNdikhoyo uThixo wenu ungakuni; soze arhoxe okanye anilahle.
- Ke ukuba ulithobele ilizwi likaNdikhoyo uThixo wakho, wayenza ngononophelo imiyalelo endikunika yona namhlanje, uNdikhoyo uya kukuphakamisa kunazo zonke izizwe zehlabathi.
- Khumbulani kaloku ukuba uNdikhoyo uThixo wenu lo nguThixo ekukuphela kwakhe, kungekho wumbi ngaphaya; futhi ke uthembekile. Uyawugcina umnqophiso wakhe, futhi izibele zakhe ziphuphumela kwâbo bamthandayo beyigcina imiyalelo yakhe kuse kumawaka ezizukulwana.
- Niya kuthi ke nakumfuna uNdikhoyo uThixo wenu nikuloo meko nimfumane; ewe, ukuba nimfuna nimlangazelela ngomxhelo wenu wonke niya kumfumana.
- Mna ndikuyalela namhlanje ukuba umthande uNdikhoyo uThixo wakho, uhambe ngeendlela zakhe, uyithobele uyenze imiyalelo nemimiselo nezithethe zakhe. Wakwenjenjalo uya kuphila wande, uNdikhoyo uThixo wakho akuthamsanqele kwelo lizwe ungenela ukuya kuma kulo.
- NguNdikhoyo uThixo wenu emanimlandele, nimhlonele. Mthobeleni, niyenze imiyalelo yakhe; futhi mkhonzeni, nibambelele kuye.
- Akwaba bebeya kusoloko benezimvo ezinje! Akwaba bebeya kuhlala bendihlonipha bayithobele imiyalelo yam, khon' ukuze balungelwe bona nezizukulwana zabo naphakade.
Izihloko ezinxulumeneyo
Umthetho
Le miyalelo ndikunika yona...
Ukuthobela
Waphendula uYesu wathi kuye...
Intsikelelo
Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa...
Ukulandela
Ewe, hambani ngokwemimiselo yonke...
Ukuthembeka
Ithembekile yona kambe iNkosi...
uThixo
UNdikhoyo uThixo wakho unawe...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ngubani loo Ngangalala yoKumkani?NguNdikhoyo onamandla onke;
nguye uKumkani, nguye iNgangalala.