Khumbulani kaloku ukuba uNdikhoyo uThixo wenu lo nguThixo ekukuphela kwakhe, kungekho wumbi ngaphaya; futhi ke uthembekile. Uyawugcina umnqophiso wakhe, futhi izibele zakhe ziphuphumela kwâbo bamthandayo beyigcina imiyalelo yakhe kuse kumawaka ezizukulwana.

Izihloko ezinxulumeneyo
Ukuthembeka
Ithembekile yona kambe iNkosi...
Umthetho
Le miyalelo ndikunika yona...
uThixo
UNdikhoyo uThixo wakho unawe...
Umnqophiso
Khumbulani kaloku ukuba uNdikhoyo...
Izithembiso
Ngoko ke ndinawe, sukoyika...
Uthembekile
Kungenxa yezibele zikaNdikhoyo singatshabalalanga...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ke ngoko, ukuba mna endiyiNkosi noMfundisi wenu, ndithe ndahlamba iinyawo zenu, nani ke nimelwe kukuhlambana iinyawo.Fumana ivesi yeBhayibhile yosuku:
Isaziso semihla ngemihlaI-imeyileFacebookAndroid-appKwiwebhusayithi yakhoIvesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umntu oxunela ubulungisa nencebaufumana ubomi nobulungisa nodumo.Ivesi elandelayo!