Wanithoba eniyekela ngendlela, waza kananjalo wanipha imana, kutya oko naningakwazi, nina ngokunjalo nooyihlo-mkhulu. Le nto ke wayenza kuba efuna niqonde nazi ukuba ubomi bomntu abuxhomekanga kutyeni kuphela, koko buxhomekeke kuwo onke amazwi kaNdikhoyo.

Izihloko ezinxulumeneyo
Ukubandezeleka
Ngaphezu koko, siqhayisa nangeembandezelo...
ILizwi likaThixo
Sonke isibhalo sinefuthe loMoya...
Ubomi
NguNdikhoyo ixhadi lakho lakubhek'...
Ukutya
Andithi kaloku uyamanelisa onxaniweyo...
Isonka
Wathi kubo uYesu: “Ndim...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
UNdikhoyo uyamcaphukela umntu oxokayo,kodwa uyakholiswa ngonyanisekileyo.