- Wanithoba eniyekela ngendlela, waza kananjalo wanipha imana, kutya oko naningakwazi, nina ngokunjalo nooyihlo-mkhulu. Le nto ke wayenza kuba efuna niqonde nazi ukuba ubomi bomntu abuxhomekanga kutyeni kuphela, koko buxhomekeke kuwo onke amazwi kaNdikhoyo.
- Qondani kaloku nizikise ukuba uNdikhoyo uThixo wenu uyaniqeqesha njengomzali eqeqesha abantwana bakhe.
- Ngoko ke yithobeleni imiyalelo kaNdikhoyo uThixo wenu, nihambe ngeendlela zakhe, nimhlonele.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukubandezeleka
Kodwa ke, emva kwezo...
ILizwi likaThixo
Sonke isibhalo sinefuthe loMoya...
Ubomi
NguNdikhoyo ixhadi lakho lakubhek'...
Ukutya
Andithi kaloku uyamanelisa onxaniweyo...
Isonka
Wathi kubo uYesu: “Ndim...
UTata
Bufana nomzali kubantwana ububele...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ke lowo uzingisa kude kube sekupheleni wosindiswa.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Kum uxabisekile ke kambe;yeka elo wonga, andikuthandi ngako!
Ndincam' izizwe ngenxa yakho;
ndinikezel' iintlanga, ndizuze wena.Ivesi elandelayo!
