
- NguNdikhoyo uThixo wenu emanimlandele, nimhlonele. Mthobeleni, niyenze imiyalelo yakhe; futhi mkhonzeni, nibambelele kuye.
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukumoyika uThixo
Ukumthobela uNdikhoyo kukubuthiya ububi...
Ukuphulaphula
Khumbulani le nto, zihlobo...
Ukulandela
Ewe, hambani ngokwemimiselo yonke...
Izithixo
Bantwana bam, zilumkeleni izithixo!...
Ukukhonza
Ngoko ke, mawethu athandekayo...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Nenkqu yothando ivela kuMhlekazi.Kaloku wena, Nkosi, uyazelelela,
umntu umvuza ngokwemisebenzi yakhe.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Kungenxa yezibele zikaNdikhoyo singatshabalalanga nje,kuba inceba yakhe ayinasiphelo.
Zihlala zintsha imihla ngemihla;
kukhulu ukuthembeka kwakhe.Ivesi elandelayo!