
- Phulaphulani ke, maSirayeli, ingaba yintoni afuna niyenze uNdikhoyo uThixo wenu? Ufuna nimhlonele, ningaphambuki endleleni yakhe. Ufuna nimthande, nimkhonze ngengqondo yenu yonke nangomoya wenu wonke, nithobele imiyalelo nemimiselo yakhe, le ndininika yona namhlanje ukuze kulunge kuni.
Izihloko ezinxulumeneyo
Umthetho
Le miyalelo ndikunika yona...
Ukumoyika uThixo
Ukumthobela uNdikhoyo kukubuthiya ububi...
Intsikelelo
Wanga angakuthi jize ngamathamsanqa...
Ukukhonza
Ngoko ke, mawethu athandekayo...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Apho kungekho kucebisana izicwangciso ziyabhanga,kanti ke apho kukho abacebisi abaninzi ziyaphumelela.
Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umhlobo unothando ngamaxesha onke;ke yena umntakwenu uzalelwe ukuba nawe kwiimbandezelo.Ivesi elandelayo!