- Akukho bani uthi, esilumekile isibane, asigqume ngesitya, okanye asifake ngaphantsi kwebhedi. Usixhoma endaweni yaso, ukuze abangenayo bakhanyiselwe.
- Eyivile ke le nto uYesu, uphendule wathi: “Sukoyika; kholwa nje wena. Yophiliswa.”
Izihloko ezinxulumeneyo
Ukunyaniseka
Bantwana bam, uthando lwethu...
Ubungcwele
Xa ke kanti, mawethu...
Ukukhanya
Khawuvuke! Vuka, Jerusalem! Khanya!...
Uloyiko
Ngoko ke ndinawe, sukoyika...
Ukholo
Ngenxa yoko ndithi kuni...
Ukuphilisa
Wathi kuye uYesu: “Oo...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
UYesu Krestu lo wayizolo, usekwanguye nanamhla, nangomso, nanini nanini.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Ukuba umntwana umqeqeshile ngendlela yokuziphatha,soze ahlukane nayo naxa selekhulile.Ivesi elandelayo!
