Yazini niqiniseke xa ninonke, mawethu, ukuba kungoYesu ukushunyayelwa kodaba lokuxolelwa kwezono. Ngokunjalo qondani ukuba wonke umntu ozinikelayo kuye uyakhululwa kuzo zonke izono, obungenako ukumkhulula kuzo umthetho kaMosis.

Izihloko ezinxulumeneyo
Umthetho
Le miyalelo ndikunika yona...
UYesu
Ondele kubo, uYesu wathi...
Uxolelo
Obugubungelayo ubugwenxa uzicengezelela ukuthandwa...
Inkululeko
UKrestu wasikhulula ukuze sibe...
Uthando
Uthando lunomonde, lunobubele. Uthando...
Ithemba
“Kaloku zisekuhleni kum izicwangciso...
Ivesi yeBhayibhile yosuku
Ngoko ke sisondela singenaxhala kuThixo, sisazi ukuba uyasiphulaphula xa sicela silungele ukwenza loo nto athanda ukuba siyenze.Ivesi yeBhayibhile engaqhelekanga
Umntu oxunela ubulungisa nencebaufumana ubomi nobulungisa nodumo.Ivesi elandelayo!